Page 103 - CON Boardpack July 20200708 Final_Neat
P. 103

ADDENDUM 10

                 Iindaba ezimnandi kuye wonke


                 ubani othanda inyama                                           zizathu ezihlanu ngokulunga

                                                                                kwenyama yehagu
                                                                              P P Inyama yehagu ikhuselekile ukuba ingatyiwa.
                                                                                Ungayitya uyonwabele ngaphandle
                    Incasa encamisayo yenyama yehagu                            kwengxaki.

                  ivuselela umzimba, kwaye nexabiso                           P P Incamise ngencasa, inesongo senyama
                                                                                esithandwa nguye wonke ubani.
                  layo liyafikeleleka, ikunika okuninzi                       P P Iphekeka lula. Akukho mfuneko yezinongo

                                                                                ezininzi nezixabisayo,ukuze wenze isidlo
                  ngemali yakho.                                                esichanekileyo nesinempilo.
                                                                                Inika imizimba yethu isamkhamzimba
                                                                              P P seproteni. Iproteni yenza ukuba abantwana
                                                                                baphulaphule ngenyameko esikolweni, yakha
                                                                                izihlunu zomzimba ikwalungisa izicubu,
                                                                                ikwasinceda ukuba sibenamajoni omzimba
                                                                                aphilileyo.
                                                                              P P Inyama yehagu ikunika inyama eninzi ngemali
                                                                                yakho, ngaphezu kwazo zonke ezinye iindidi
                                                                                zenyama ebomvu.

























                    Isuphu yenyama yehagu enomngqusho
                   oneembotyi












                                                               103
   98   99   100   101   102   103   104   105   106   107   108